@BabaloTsoni Profile picture

Babalo Tsoni

@BabaloTsoni

I lost my twitter account 😒

Joined November 2022
Similar User
siboniswani mlanjeni photo

@siboniswani

Saki Dabane Mhlana photo

@sakhumzimhlana

@Masibulele_Lurhwayi photo

@MLurhwayi94

Phumlani_Ndima🇿🇦 photo

@PhumlaniiNdima

SOSIBA NKAWU🐒 ™️ photo

@nkawuss

Bulelwa Mandla photo

@bulelwa_mandla

Ikho Dlakiya photo

@IDlakiya

Skeem bekuzalwa Aphiwe Peter Maceduma nge 2 , nge 15 ngu Makhumalo Ongz Tshingilane @PastortheDJ @ntsabomluleki Please 🙏.


Skeem bekuzalwa Aphiwe Peter Maceduma nge 2 , nge 15 ngu Makhumalo Ongz Tshingilane @PastortheDJ @ntsabomluleki Please 🙏


Skeem bekuzalwa Aphiwe Peter nge 2 , nge 15 ngu Makhumalo Ongz Tshingilane @PastortheDJ @ntsabomluleki Please 🙏


Babalo Tsoni Reposted

Orlando Pirates fans let's gather here😂😂🤣🙌 Amazulu 1- 2 Pirates 🏴‍☠️ Supersport united 1-0 Kaizer chiefs Polokwane city 1-0 Mamelodi Sundowns Weekend Completed 🤌🏿🤌🏿🤌🏿🤌🏿🔥🔥🔥🔥


Ta Looks neSkeem .. andiboni nto igwenxa kulomfo , ukuba uSister wakhe ubanga kuba wayeze naye kumele akhumbule umntu uyakwazi umthanda umbona esigcwabeni ibiyintoni ke umthanda ezosebenza kowenu and umhlonipha umsebenzi wakhe. @looksgidane @BabeZee_za @UWFM88_106FM


#umyingeEkhulwini Kukuthetha / ukuziphatha kumalungu angasese. CT @ntsabomluleki @PastortheDJ


#Birthdays Kuzalwa uMandisa Mhla, izolo ibingu Nolubabalo Mshumpela @UWFM88_106FM @ntsabomluleki @PastortheDJ CTN


#Birthdays Kuzalwa uMandisa Mhla, izolo ibingu Nolubabalo Mshumpela @UWFM88_106FM @ntsabomluleki @PastortheDJ CT


Kune echo ethile xa uthetha @PastortheDJ


#UmyingeEkhulwini Skeem ndikrokrela iSALT okanye ndingqinela uMqeqeshi “Toothbrush” zininzi marn izinto esizifuna zi cheap , notywala obu @PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM CT


Kukumthulisa xa ekhala instead babasizele @PastortheDJ @ntsabomluleki CT


#UmyingeEkhulwini Kukutya skeem / isiselo emva kokuba engcamlile. CT @PastortheDJ @UWFM88_106FM @ntsabomluleki


Babalo Tsoni Reposted

The difference between a son and a daughter.

From Güvenî

Kanti ke Mqwathi bakhuphe ingxelo ethi ngoku charges ziyalingana. Enye into eyenza igcwale la bank yila option ka “cash send” ekumele umkhuphe kwi Atm or eMoney market , money market leyo uthi usaya kuyo kuthwe ayikho cash @PastortheDJ


#Birthdays Skeem kuzalwa Zizipho Tube uMamfene kunye nobawo uSithembele Wawini @UWFM88_106FM @PastortheDJ @ntsabomluleki CT,Pinelands.


#Birthdays Skeem kuzalwa Zizipho Tube uMamfene kunye nobawo uSithembele Wawini @UWFM88_106FM @PastortheDJ @ntsabomluleki CT,Pinelands


#Umyinge. Bacinga uba “kuzotyiwa ntoni” @PastortheDJ @ntsabomluleki CT


Loading...

Something went wrong.


Something went wrong.